1 Kwabasekorinte 14:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ngoko lithe lahlangana ndawonye ibandla liphela, bathetha bonke ngalwimi zimbi, kwaza kwangena abangenakwazi, nokuba ngabangakholwayo, abasayi kuthi na, niyageza?

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:17-28