1 Kwabasekorinte 14:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba lowo uthetha ngalulwimi lumbi akathethi bantwini, uthetha kuThixo; kuba akukho namnye umvayo, kodwa ke ngomoya uthetha iimfihlelo.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:1-11