1 Kwabasekorinte 14:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kodwa ke ebandleni ndithanda ukuthetha amazwi abe mahlanu ngayo ingqiqo yam, ukuze ndibafundise nabanye, kunokuba ndithethe amazwi angamawaka alishumi, ngalulwimi lumbi.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:10-28