1 Kwabasekorinte 14:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthini na ke ngoko? Ndiya kuthandaza ngomoya, ndithandaze nangengqiqo; ndiya kuvuma ngomoya, ndivume nangengqiqo.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:11-18