1 Kwabasekorinte 14:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokunjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezoMoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:10-14