1 Kwabasekorinte 13:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngoku sikhangela esipilini ngokwamanakanibe; oko ke, siya kukhangelana ebusweni. Ngoku ndazi ngokuyinxenye; oko ke ndiya kwazi kakuhle, njengoko ndaziwayo nokwaziwa nam.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:7-13