1 Kwabasekorinte 12:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kuthi, nokuba lilungu elinye eliva ubunzima, avelane amalungu onke; nokuba lilungu elinye elizukiswayo, avuyisane amalungu onke.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:21-31