1 Kwabasekorinte 12:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Niyazi ukuba nibe ningabeentlanga, nikhukuliselwe ezithixweni ezingenakuthetha, njengoko nisakuthi nikhokelwe ngako.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:1-8