1 Kwabasekorinte 11:8-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Kuba indoda ayiphume emfazini, ngumfazi ophume endodeni;

9. kuba indoda ayidalwanga ngenxa yomfazi, kwadalwa umfazi ngenxa yendoda.

10. Ngenxa yoko umfazi ufanele ukuba abe nomqondiso wegunya phezu kwentloko, ngenxa yezithunywa zezulu.

1 Kwabasekorinte 11