1 Kwabasekorinte 11:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ndiyanidumisa, bazalwana, kuba nindikhumbula ngeendawo zonke, nizibambile izithethe, njengoko ndaninikelayo.

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:1-12