1 Kwabasekorinte 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo musani ukuba ngababusi bezithixo, njengenxenye yabo; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Abantu bahlala phantsi ukuba badle, basele, baza besuka bema ukuba badlale.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:1-13