1 Kwabasekorinte 10:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke ukuba ubani uthe kuni, Le nto ilidini elenzelwe izithixo, musani ukudla, ngenxa ke yalowo uyithe thupha loo ndawo, nangenxa yesazela; kuba umhlaba lo ngoweNkosi, nenzaliseko yawo.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:22-33