1 Kwabasekorinte 10:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khangelani abangamaSirayeli ngokwenyama. Abo bawadlayo amadini, àbadlelani nesibingelelo eso, yini na?

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:16-22