1 Kwabasekorinte 10:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anibanjwanga silingo singesesabantu. Uthembekile ke uThixo, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngaphezu kweninako; owothi, kunye nesilingo eso, avelise ithuba lokuphuma kuso, ukuba nibe nako ukuthwala.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:12-18