1 Kwabasekorinte 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Síphi na ke isilumko? Uphi na ke umbhali? Uphi na ke umphiki weli phakade? UThixo akabenzanga baba bubudenge na ubulumko beli hlabathi?

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:13-30