1 Kwabasekorinte 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ubhalela ibandla likaThixo eliseKorinte, abangcwaliselwe kuKristu Yesu, ababizwe ukuba babe ngcwele, kunye nabo bonke abalinqulayo igama leNkosi yethu uYesu Kristu ezindaweni zonke, ezabo kwanezethu:

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:1-3