1 Kwabasekorinte 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uKristu akandithumanga kubhaptiza; wandithuma ukushumayela iindaba ezilungileyo, kungabi ngabulumko bakuthetha, ukuze umnqamlezo kaKristu ungalanjathiswa.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:7-22