1 Kwabasekorinte 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ndiyaniyala, bazalwana, ngalo igama leNkosi yethu, uYesu Kristu, ukuba nithethe nto-nye nonke, nokuba kungabikho zahlukahlukano kuni; ke níbe ngabalungisiweyo, nígqibelele ngqiqweni-nye, nasicamangweni sinye.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:8-19