1 Kutimoti 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

okuphela konokungafi, ehleli ekukhanyeni okungenakusondelwa; ekungekho namnye kubantu owakha wambona, nonako ukumbona; kuye makubekho imbeko namandla angunaphakade. Amen.

1 Kutimoti 6

1 Kutimoti 6:7-21