1 Kutimoti 5:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba kukho ikholwa, nokuba likholwakazi, elinabahlolokazi, malibasize, lize ibandla lingasindwa, ukuze lona lisize abangabahlolokazi ngenene.

1 Kutimoti 5

1 Kutimoti 5:15-20