1 Kutimoti 3:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Kuba abo balungiselele kakuhle, bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni, okukuKristu Yesu.

14. Ezi zinto ndizibhala kuwe, ndithembe ukuba ndiya kuza kuwe kamsinya.

15. Ukuba ke ndithe ndalĂ­bala, ndikubhalela ukuze wazi, ukuba kumelwe kukuthiwani na ukuhanjwa endlwini kaThixo, yona ilibandla likaThixo ophilileyo, intsika nesiseko sayo inyaniso.

1 Kutimoti 3