1 Kutimoti 2:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Kuba kwabunjwa uAdam kuqala, kwandula ke ukubunjwa uEva.

14. Kanjalo akulukuhlwanga Adam; kulukuhlwe umfazi, waba sekugqitheni.

15. Noko ke wosindiswa ngokuzala, ukuba bathe bema elukholweni, naseluthandweni, nasebungcwaliseni, benesidima.

1 Kutimoti 2