1 Kutimoti 1:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengoko ndakuyalayo ukuba uhlale e-Efese, ndakuba mna ndisiya kwelaseMakedoni, ndenjenjalo ukukuyala nangoku, ukuze ubathethele abanye, bangafundisi mfundiso yimbi;

1 Kutimoti 1

1 Kutimoti 1:1-7