1 Kutimoti 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, kuye uKumkani wawo amaphakade, ongenakonakala, ongenakubonakala, kuThixo olumkileyo yedwa, makubekho imbeko nozuko, kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen.

1 Kutimoti 1

1 Kutimoti 1:9-20