1 Kayohane 5:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ubungqina babantu siyabamkela, ubungqina bukaThixo bungaphezulu; ngokuba bubo obu ubungqina bukaThixo, angqinele uNyana wakhe ngabo.

1 Kayohane 5

1 Kayohane 5:1-13