1 Kayohane 5:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Siyazi ukuba singabakaThixo, nokuba ihlabathi liphela lilele kongendawo.

20. Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile, wasinika ingqondo, ukuze simazi oyinyaniso. Sikuye ke oyinyaniso, kuye uNyana wakhe uYesu Kristu. Nguye lo uThixo oyinyaniso, nobomi obungunaphakade.

21. Bantwanana, zigcineni kuzo izithixo. Amen.

1 Kayohane 5