1 Kayohane 4:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba umntu uthe, Ndiyamthanda uThixo, wamthiya umzalwana wakhe, ulixoki; kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe ambonileyo, angáthini na ukumthanda uThixo angambonanga?

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:12-21