1 Kayohane 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthando lulapha, ingekukuba samthandayo uThixo thina, ikukuba wasithandayo yena, wamthuma uNyana wakhe ukuba abe sisicamagushelo sezono zethu.

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:9-16