1 Kayohane 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lowo usenzayo isono ungokaMtyholi; ngokuba uMtyholi woné kwasekuqalekeni. Wabonakaliselwa oku uNyana kaThixo, ukuze ayichithe imisebenzi kaMtyholi.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:4-13