1 Kayohane 3:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

singabi njengoKayin, obengowongendawo, wambulala umninawa wakhe. Wambulalelani na? Ngokuba imisebenzi yakhe ibingendawo, ke yona eyomninawa wakhe ibinobulungisa.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:9-18