1 Kayohane 3:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonani uthando olungaka asenzele lona uYise, olu lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo. Ngenxa yoko ihlabathi alisazi thina, ngokuba lingamazanga yena.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:1-8