1 Kayohane 2:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nina intambiso enayamkelayo kuye ihleli kuni, aniswele kwakuba nifundiswe ngubani; kunjengokuba kwaloo ntambiso inifundisa ngeento zonke, iyinene, ingebuxoki; njengokuba ke yanifundisayo, hlalani kuye.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:19-29