1 Kayohane 2:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nina ngoko, oko nakuvayo kwasekuqalekeni makuhlale kuni. Ukuba kuthi kuhlale kuni oko nakuvayo kwasekuqalekeni, nani niya kuhlala kuye uNyana, nakuye uYise.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:16-29