1 Kayohane 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Báphuma kuthi, babengengabo abethu; kuba, ukuba babengabethu, ngebahlalayo nathi. Báphuma ukuze babonakale, ukuba bonke babengengabo abethu.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:12-24