1 Kayohane 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni, uhamba ebumnyameni. Akazi apho aya khona, ngokuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:6-12