1 Kayohane 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

okwelizwi labo ubomi (obu bomi ke babonakaliswa; sibubonile, siyabungqinela, siyabuxela kuni, ubomi obo bungunaphakade, bona obo bebukuye uYise, baza babonakaliswa kuthi):

1 Kayohane 1

1 Kayohane 1:1-8