1 Kapetros 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngenxa yoku zashunyayelwa iindaba ezilungileyo nakwabafileyo, ukuze bagwetywe okunene ngokwabantu besenyameni, kodwa badle ubomi ngokukaThixo, bekuwo umoya.

1 Kapetros 4

1 Kapetros 4:3-11