1 Kapetros 3:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba noKristu wabuva kwakanye ubunzima ngenxa yezono, ilungisa lisiva ubunzima ngenxa yabangemalungisa, ukuze asisondeze kuye uThixo; ebulewe okunene esenyameni, kodwa edliswe ubomi ekuwo umoya.

1 Kapetros 3

1 Kapetros 3:13-22