1 Kapetros 1:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Ngenxa enokubaYonke inyama injengengca,Nabo bonke ubuqaqawuli bomntu bunjengentyantyambo yengca.Ingca iyoma, ivuthuluke nentyantyambo yayo;

25. Ke lona ilizwi leNkosi lihleli ngonaphakade.(UIsaya 40:6,8)Elo ke leli lizwi lashunyayelwayo kuni ngeendaba ezilungileyo.

1 Kapetros 1