1 Kapetros 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

owaziwáyo ngenxa engaphambili okunene, ngaphambi kokusekwa kwehlabathi, kodwa wabonakalaliswa ekugqibeleni kwamaxesha la ngenxa yenu, nina nikholwayo ngaye kuThixo,

1 Kapetros 1

1 Kapetros 1:15-23