1 Izikronike 9:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba abaLevi abo, abaphathi abakhulu abané ababengabamasango, babephethe amagumbi nobuncwane bendlu kaThixo benyanisile.

1 Izikronike 9

1 Izikronike 9:21-27