1 Izikronike 9:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke bephela, behleliwe ukuba babe ngabagcini bamasango, babengamakhulu amabini, anashumi-nye linababini. Bona babebhalwe emilibeni yabo yokuzalwa emizaneni yabo. Bona bamiswa nguDavide noSamuweli imboni, ngokunyaniseka kwabo.

1 Izikronike 9

1 Izikronike 9:14-32