1 Izikronike 9:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UShalum, unyana kaKore, unyana kaEbhiyasafu, unyana kaKora, nabazalwana bakhe ngokwendlu yooyise, amaKora, ayephethe umsebenzi wenkonzo, engabagcini beminyango yentente. Nooyise bawo babephethe iminquba kaYehova, begcina isango.

1 Izikronike 9

1 Izikronike 9:13-24