1 Izikronike 7:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMahaka umkaMakire wazala unyana, wathi igama lakhe nguPereshe; igama lomninawa wakhe belinguShereshe; oonyana bakhe ngu-Ulam noRekem.

1 Izikronike 7

1 Izikronike 7:11-17