1 Izikronike 6:65 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babanika ngeqashiso esizweni soonyana bakaYuda, nasesizweni soonyana bakaSimon, nasesizweni soonyana bakaBhenjamin, yona le mizi ibiziweyo ngamagama ayo.

1 Izikronike 6

1 Izikronike 6:62-69