1 Izikronike 6:44-47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

44. Abazalwana babo, oonyana bakaMerari, bema ngasekhohlo: uEtan unyana kaKishi, unyana ka-Abhedi, unyana

45. kaMuluki, unyana kaHashabhiya, unyana ka-Amatsiya, unyana kaHilekiya,

46. unyna ka-Amtsi, unyana kaBhani,

47. unyana kaShemere, unyana kaMaheli, unyana kaMushi unyana kaMerari, unyana kaLevi.

1 Izikronike 6