1 Izikronike 6:38-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. unyana kaItsare, unyana kaKehati, unyana kaLevi, unyana kaSirayeli.

39. Ke umzalwana wakhe uAsafu wema ngasekunene kwakhe: uAsafu unyana kaBherekiya,

40. unyana kaShimeha, unyana kaMikayeli, unyana kaBhahaseya,

1 Izikronike 6