1 Izikronike 6:16-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Oonyana bakaLevi nguGershom, noKehati, noMerari.

17. Ngawo la amagama oonyana bakaGershom: nguLibheni noShimehi.

18. Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli.

19. Oonyana bakaMerari nguMaheli noMushi. Yiyo ke leyo imizalwane kaLevi, ngokwezindlu zooyise.

20. KuGershom: nguLibheni unyana wakhe, nguYahati unyana wakhe, nguZima unyana wakhe,

1 Izikronike 6