1 Izikronike 6:14-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. uAzariya wazala uSeraya;

15. uSeraya wazala uYotsadaki; uYotsadaki wahamba, akuwafudusa uYehova amaYuda neYerusalem ngoNebhukadenetsare.

16. Oonyana bakaLevi nguGershom, noKehati, noMerari.

17. Ngawo la amagama oonyana bakaGershom: nguLibheni noShimehi.

18. Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli.

19. Oonyana bakaMerari nguMaheli noMushi. Yiyo ke leyo imizalwane kaLevi, ngokwezindlu zooyise.

1 Izikronike 6