1 Izikronike 6:12-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. uTsadoki wazala uShalum; uShalum wazala uHilekiya;

13. uHilekiya wazala uAzarita;

14. uAzariya wazala uSeraya;

15. uSeraya wazala uYotsadaki; uYotsadaki wahamba, akuwafudusa uYehova amaYuda neYerusalem ngoNebhukadenetsare.

16. Oonyana bakaLevi nguGershom, noKehati, noMerari.

17. Ngawo la amagama oonyana bakaGershom: nguLibheni noShimehi.

18. Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli.

1 Izikronike 6